Ezemidlalo
Ezoyolo
Izibhalo Ezitsha
Iindaba
Ubethwe entolongweni uNandipha Magudumana
UNandipha Magudumana ubethwe entolongweni ngamabanjwa amabini.Iingxelo zithi uNandipha Magudumana ubethwe ngamabanjwa amabini entolongweni ngeCawe. Esi sehlo senzeke kwintolongo yabasetyhini apho avalelwe khona eKroonstad eFreyistata.Igqwetha...
Ezemidlalo
ABafana Bafana baseAlgeria kwiFIFA Series!
Iqela laBafana Bafana.ABafana Bafana bandulukele eAlgeria ngeCawe, umhla we17 kweyoKwindla ka2024 ukuya kuthabatha inxaxheba kwimidlalo yobuhlobo yehlabathi yeFIFA Series.Kunyanzeleke ukuba umqeqeshi uHugo Broos enze...
Iindaba
UVladimir Putin uphumelele kwakhona eRashiya
UMongameli waseRashiya uVladimir Putin. UMFANEKISO: NATALIA KOLESNIKOVA/POOL/AFP via Getty ImagesUphumelele ngamashumi asibhozo anesixhenxe eepesenti ekhulwini (87%) uMongameli welizwe laseRashiya uVladimir Putin kulonyulo kwela lizwe...
Iindaba
Inkonzo yesikhumbuzo somtshutshisi odutyulwe eGcuwa!
UNtsikelelo McAllister Ntlekeni.IGunyabantu lezoTsutshiso iNPA eMpuma Koloni, lithi, lizakuqinisekisa ukuba bonke ababandakanyekayo ekudubuleni kogxa wabo uNtsikelelo McAllister Ntlekeni bayabanjwa kwaye badibane nengalo yomthetho njengoko...
Iindaba
Umlo weANC neMK Party
UMongameli uCyril Ramaphosa weANC noJacob Zuma weMK Party.Umbutho weANC umangalele ikomishini ezimeleyo yonyulo kweli (IEC) ngelithi yophule umthetho ngovumela iMK Party kaJacob Zuma ukuba...
Iindaba
Uvule igaraji owayenoyise osebenza egaraji
UNokuphila Khumalo.UNokuphila Khumalo (31) ngomnye wabambalwa abancinci abangamanina abangabanikazi begaraji yokugalela amafutha aquka idilizi nepetroli eMzantsi Afrika. Kuthiwa wakhuthazwa phakathi kwezinye izinto kukuba uyise...
Ezemidlalo
URadebe ugxeleshe isikhundla sikaMongameli weSafa
Owayesakuba ngukapteni weBafana Bafana nomdlali weKaizer Chiefs kunye neqela laseNgilane iLeeds United, uLucas Radebe.Owayesakuba ngukapteni weBafana Bafana uLucas Radebe uzimisele ukuba athathe iintambo njengomongameli...
Iindaba
Usiwe esibhedlele ona-7 ofakwe ikhuni kwilungu langasese ngofunda uGrade 7!
Intwazana eneminyaka esixhenxe ubudala yaseLimpopo kutyholwa ukuba yaxhatshazwa ngokwesondo ngumfundi kaGrade 7 esikolweni.Esi sehlo senzeke ngoMvulo, kwisikolo samabanga aphantsi ePhalaborwa kwisithili saseMopani, ngokokutsho kwesithethi...
Ezemidlalo
Khuzwayo: ‘IChiefs ibindiphethe okwekrexe ithanda uKhune’
Owayesakuba ngunozinti weKaizer Chiefs uBrilliant Khuzwayo.UBrilliant Khuzwayo uthi ebephethwe njengekrexe kwiKaizer Chiefs, iqela likhetha uItumeleng Khune ngaphezu kwakhe noxa ebesenza ngcono kunaye.UKhuzwayo, obedlalela iChiefs...
Iindaba
Amapolisa akhangela abarhanelwa ababandakanyeka ekubulaweni komtshutshisi
Amapolisa aqalise ukukhangela abarhanelwa ababandakanyeka ekubulaweni komtshutshisi eNew Rest ngaphandle kwaseGcuwa, ngobusuku bangoLwesine, umhla we14 kweyoKwindla ka2024.Iingxelo zithi ngoLwesine ebusuku ngentsimbi ye-19:45, ixhoba, elineminyaka...
Khuzwayo: ‘IChiefs ibindiphethe okwekrexe ithanda uKhune’